isiXhosa

Ingxaki yobungxowankulu boMzantsi Afrika inokoyiswa kuphela ngotshintsho lobusoshiyali. Inye jwi indlela yokuphuma kweli phupha libi; kukuqhawuka kulenqkubo edale lengxaki. Elona kamva elicacileyo nelibonakalayo lolutsha lwaseMzantsi Afrika, abasebenzi, kunye nabantu abacinezelweyo likamva lobusoshiyali.